””
Home Lyrics Qhawe Lam Lyrics – ZUKO SA

Qhawe Lam Lyrics – ZUKO SA

0

Zuko SA – Qhawe Lam Lyrics English Translation

Oh, oh, baby
Go with the strength I have given you
Nyan ‘nam
My hero

Go with the strength I have given you
My hero
My baby

You don’t even want to hear from others
Because your possessions are important
All babyJust look up, up
When you run out of energy, you lose weight
Just look up, up

Where your help comes from
I do not trust the world behind you
I do not trust the people you go to
I trust my teachings

I have made my Creator over you
Then go and brush your teeth
Do not forget your home
Respect, love and peace remain
It’s bright in your heart
Your crowd

In your heart
I’ve seen it all
Been through it all, thank you mom
Your teachings
They are home to me, thank you dad

I do not need surgery
Because I know, I’ll get it all
In your day
My ways are bright
Your tears will be wiped away
I have an answer to your prayer
My ways are bright

Your tears will be wiped away
I have an answer to your prayer
In your heart
In your heart

Then go and brush your teeth
Do not forget your home
Respect, love and peace remain
It’s bright in your heart
In your heart

Go baby, go baby
It’s almost enough
Blessing upon you

Zuko SA – Qhawe Lam Lyrics Original Translation

Oh nyanam
Hamba ngalamandla endikunike wona
Nyanam qhawe lam
Hamba ngalamandla endikunike wona
Qhawe lam sana lwam

Uzungafuni ukufana nabanye
Ngoba into zakho zidinga idolo
Zonk mntanam
Fun'ujonge phezulu
Ah phezulu
Xa kuphel'amandla kufik;ubunzima

Fun'ujonge phezulu ah phezuluLapho uncedo lwakho luvela khona
Andithembanga ukuhlakanipha kwakho
Andithembanga nabantu oya kubo
Mna ndithembe imfundiso zam
Nemfefe zikamdali phezu kwakho

Hamba ke uyoduma ezizweni
Zungalibali ikhaya lakho
Intloniphi uthando noxoloLuhlale lugqamile entliziyweni yakho

Entliziyweni yakho

I've seen it all
Been through it all
Ndiyabulela mamaImfumndiso zakho
Zilikhaya kum
Ndiyabulelela tata

Andidingi thando
Ngoba ndiyazi ndizolifumana lonke
Esifubeni sakho
Indlela zam ziyakhanya
Inyembezi zakho zosulwa
Ndipheth'impendulo yemithandazo yakho

Indlela zam ziyakhanyaInyembezi zakho zosulwa (Zosulwa)
Ndipheth'impendulo yemithandazo yakho

Entliziyweni yakho
Entliziyweni yakho

Hamba ke uyoduma ezizweni
Zungalibali ikhaya lakho
Intloniphi uthando noxolo
Luhlale lugqamile entliziyweni yakho

Entliziyweni yakho
Hamba mntanam hamba ntanam
Esezulwini
Intsikelelo phezu kwakho

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here